Lo mcimbi ke wawuqhutywa ngolu hlobo ukuze intombi leyo isiwe kukumkani: nantoni na eyifunayo yayiyinikwa, iyithathe apho kwelo cala lababhinqileyo, iye nayo kwibhotwe likakumkani.