Testamente Endala

Testamente Entsha

Udaniyeli 6:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke ukumkani wayalela ukuba alandwe uDaniyeli; waza ke waphoswa apho kuloo mngxuma weengonyama. Wathetha naye ke wathi: “Akwaba angakuhlangula uThixo wakho omnqula ngentembeko maxa onke.”

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 6

imbono Udaniyeli 6:16 kwimeko