Testamente Endala

Testamente Entsha

Udaniyeli 5:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani ke wakhwaza ngamandla ukuba kubizwe oosiyazi, iingcali zeenkwenkwezi, kunye nezanuse, waza wathi kwezi zilumko zaseBhabheli: “Umntu othe wanako ukuwufunda lo mbhalo, wawuchaza nento oyithethayo, uya kuvathiswa umnweba omsobo, athiwe gatya umxokelelwana wegolide entanyeni, aze enziwe owesithathu kubalawuli beli lizwe.”

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 5

imbono Udaniyeli 5:7 kwimeko