Testamente Endala

Testamente Entsha

Udaniyeli 4:17 Ibhayibhile (XHO96)

Nâso ke isigqibo esivakaliswa zizithunywa, nditsho umyalezo obhengezwa zezingcwele, khon' ukuze lonke uluntu luqonde ukuba nguThixo uPhezukonke ozilawulayo zonke izirhulumente zabantu, luqonde nokuba yena ulawulo ulunikela nakubani na athanda ukumnika, nkqu nalowo ungazelwe nto.’

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 4

imbono Udaniyeli 4:17 kwimeko