Testamente Endala

Testamente Entsha

Udaniyeli 12:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ke isithunywa eso sambethe ilinen, eso sasimi phezu kwamanzi omlambo, saphakamisela ezulwini esokunene nesasekhohlo isandla, ndasiva sifunga uThixo uSonini-nanini, sisithi: “Iya kuba lithuba elimisiweyo elingamaxesha amathathu anesiqingatha. Ekufezekeni kwexesha, xa sele bophulwe amandla abantu abangcwele, zonke ezi zinto ziya kuba sezifezekisiwe.”

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 12

imbono Udaniyeli 12:7 kwimeko