Testamente Endala

Testamente Entsha

Udaniyeli 12:1 Ibhayibhile (XHO96)

Isithunywa eso ke saqhuba sathi: “Ngelo thuba ke ingqwayi-ngqwayi yezithunywa uMikayeli, lo ungumalusi wamawenu, uya kuvela. Ke kaloku kuya kuthwasa ithuba leenkxwaleko, kunyembeleke ngendlela engazange yabakho ezimbalini zobukho bezizwe. Ngelo xesha ke abantu besizwe sakowenu – abo bamagama abhaliweyo encwadini – baya kusindiswa.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 12

imbono Udaniyeli 12:1 kwimeko