Amasango ayo asuke azika emhlabeni;uyaphule wayikroboza imivalo yawo.Ukumkani neziphathamandla zayo bakwelasemzini phakathi kweentlanga;umthetho awusafundiswa;*abashumayeli bayo abasafumani mibono ivela kuNdikhoyo.