UNdikhoyo wagqiba ekudilizeni iindonga ezirhangqe intombi enguZiyon;wawolula umtya wokulinganisa,waza akasibamba isandla sakhe ekutshabalaliseni.Kwaba sisijwili kwiinqaba neendonga;zadilika zasuka zanyamalala.