Imibono yabashumayeli bakho yayingamampunge nenkohliso;abalutyhilanga ukreqo lwakho ukuze kunqandwe ukuthinjwa kwakho.Izihlabo abazibhekise kuwe zazibubuxoki obulahlekisayo.