Ndingathetha ndithini na kuwe?Ndingakuthelekisa nantoni, ntombindini Jerusalem?Ndingakufanisa nantoni, khon' ukuze ndikuthuthuzele, ntombindini Ziyon?Inxeba lakho linzulu okolwandle.Ngubani ongakunyangayo?