IJerusalem yone kakhulu,yaza ke ngoko yaba nomlaza.Bonke ababefudula beyihlonele basuke bayidela,kuba bebubonile ubuze bayo.Nayo itsho ngencwina,ide izifihle ubuso.