Ngemihla yayo yenkxwaleko nokubhadulaiJerusalem iyabukhumbula bonke ubuncwane bayo bamandulo.Akubangakho mntu wakuyinceda xa abantu bayo babesoyiswa lutshaba.Iintshaba zayo zayiwa ngeentsini zakubona isiphelo sayo.