UJuda uye ekuthinjweni, weva iinkxwaleko nokusebenza nzima.Uhleli phakathi kweentlanga; akakufumani ukuphumla.Bamfumene bonke abamsukelayo, bamxina macala onke.