Wathoba umlilo ophuma phezulu,watsho waya kufikelela ezantsi emathanjeni.Uzithiyele ngomgibe iinyawo zam,ndatsho ndabuya umva.Wandenza ndanesizungu,ndatyhafa imini yonke.