Asilutho na kuni, nonke nina nidlula ngendlela?Khangelani nibone:ikho na intlungu enjengeyam andihlabanisele ngayo uNdikhoyo,intlungu andihlisele yona ngemini yokuvutha komsindo wakhe?