Wakuba sezandleni zamalungisa umbuso, batsho bavuye abantu;kambe ke kwakulawula isikhohlakali iba ziincwina zodwa.