Akunani kwaukutya iqhekeza lesonka uxolilekunokuba semzini ozele yinyama yamadini kodwa kugquba imbambano.