Umntu omela omnye angamaziyo uyenzakala;ke yena ongavumiyo ukubamba isandla somnye ebhambathisa ukhuselekile.