*UNdikhoyo soze abayeke abantu abalungileyo balambe,kambe ke zona izikhohlakali uyazithintela ingafezeki iminqweno yazo.