Testamente Endala

Testamente Entsha

Iinkokheli 9:49 Ibhayibhile (XHO96)

Yaba yileyo naleyo ke indoda yagawula isebe emthini; aza ke alandela uAbhimeleki. Ezo nkuni azayamisa apho kwelo gumbi; aza ke kamva azifaka umlilo, abantu belapho ngaphakathi. Bonke ke abantu ababesenqabeni yaseShekem bafa. Babekwisithuba sewaka lamadoda nababhinqileyo.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 9

imbono Iinkokheli 9:49 kwimeko