waza ke waphuma nomkhosi wakhe, wanyuka intaba iZalmona. Apho ke wathatha izembe, wagawula isebe emthini, walixwaya emagxeni.Wathi kumadoda omkhosi wakhe: “Khawulezani nenjenjalo nani!”