Amatshawe akwaIsakare eza noDibhora;ewe, uIsakare wema noBharaki,bamlandela baya kutsho entilini.Kambe ke amaRubhen esuka athandabuza;ewe, wona esuka amathidala.