Testamente Endala

Testamente Entsha

Iinkokheli 1:7 Ibhayibhile (XHO96)

UAdoni-bhezeki wathi: “Amashumi asixhenxe ookumkani ababhontsi babo bezandla neenyawo bashunqulweyo babefudula bechola-chola iimvuthuluka apho ndityela khona. Kodwa ke ngoku uThixo undiphindezele ngaloo nto ndandibenza yona.” Wathathwa ke, wasiwa eJerusalem, apho wafela khona.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 1

imbono Iinkokheli 1:7 kwimeko