Ke yena uAdoni-bhezeki wabaleka, baza bona bamsukela, bambamba, bamnqumla oobhontsi bezandla nabeenyawo.