Asinako ukubafihlela abantwana babo,koko sozibhengeza kwizizukulwana ezizayo:imisebenzi emihle *kaNdikhoyo namandla akhe,ewe, nditsho nemimangaliso ayenzileyo.