Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 73:1-6 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ngenene uThixo umphethe kakuhle uSirayeli;ulungile kwabantliziyo zinyulu.

2. Kodwa ke mna suka ndathandabuza,ewe, gcwizi ndityibilike,

3. kuba ndinekhwele ngabaqhayisayo,kukubona inkqubela yabakhohlakeleyo.

4. Kaloku bona abazani nantlungu;baphile bayimiqaba-qaba.

5. Abakhathazwa nto njengabanye abantu;abafunyanwa zizibetho njengabanye.

6. Ngoko ke bagaxel' ikratshi;bathi wambu ugonyamelo.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 73