Abakulangazelelayo mabavuye bagcobe ngawe;abaluthandayo usindiso lwakho mabangaphezi ukuthi:“Huntshu – uyingangalala uThixo!”