Phelisa inkohlakalo yabantw' abagwenxa,uwazimase amalungisa, wena Thixo othand' ukulunga,ogocagoca iintliziyo neengcinga zabantu.