Kuba uThixo uya kuyisindisa iZiyon,aphinde azakhe izixeko zakwaJuda.Izicaka zakhe ziya kuba ngabemi bakhona,