Culelani uThixo, nibong' igama lakhe.Ewe, mbongeni lowo ucand' emafini.Igama lakhe *nguNdikhoyo, vuyani ngenxa yakhe.