Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 56:11-13 Ibhayibhile (XHO96)

11. ndokholosa ngaye ndingenadyudyu.Soze andenze nto umntu.

12. Ewe, Thixo, ndozifezekisa izithembiso zam,ndenze umbingelelo wokukubulela;

13. kuba undihlangule ekufeni,undisindise ekoyisweni,ukuze ndibe phambi koThixo,ndidle ubomi njalo-njalo.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 56