Ke yena uThixo uya kukudiliza kuthi tu;uya kukuthi xhakamfu, akukhuphe endlwini yakho;uya kukuncothula umke ezweni labaphilayo.