Ke mna ndiya kulubhengeza udumo lwegama lakho.Uya kudunyiswa zizizukulwana ziphela.Ewe, zonke izizwe ziya kutyibela,zikubonga kude kube ngunaphakade.