Kaloku wena uyinzwakazi;ke yena ukumkani uyakulangazelela.Phofu ke yena ungumhlekazi, ngoko ke wena mthobele.