1. Ngamana wandigwebela, Thixo.Ewe, mandiphume phambiliekumangalelweni ngabantu abakuchasileyo.Ndihlangule kubantu abanamaqhinga nobuqhokolo.
2. Kaloku ùnguThixo endizimela ngaye.Ngani ke ukuba undilahle?Ngani ukuba ndihlale ndizibambe ngeenkophengenxa yokubandezelwa ziintshaba?
3. Mandikhanyiselwe nguwe,ndikhokelwe yinyaniso yakho.Mazindise entabeni yakho engcwele,endlwini elikhaya lakho.