Ke mna mandingene *esibingelelweni sakho,wena Thixo ongumonwabisi wam.Ndiya kubeth' intambula ndintyilozendidumise wena, Thixo – Thixo wam!