Ndathi cwaka, andathetha nto.Ukuthula kwam akuncedanga nto,kodwa noko yona inkxwaleko yathath' unyawo.