Mus' ukuzifihla kum, Ndikhoyo,ungasilahli ngomsindo isicaka sakho.Wena mncedi wam, mus' ukundilahla;uzungandishiyi, Thixo wam, Mkhululi wam.