Ndinqwenela into enye kuphela kuNdikhoyo,ndaye ndifuna yona kanye:le yokuba ze ndihlale kwaNdikhoyo yonke imihla yobomi bam,ndiqwalasele ubuhle bakhe, ndimfune endlwini yakhe.