Kambe ke yena uNdikhoyo uya kulawula naphakade,uThixo wakho, Ziyon, kuzo zonke izizukulwana.Siyakhahlela, sithi: “Bayethe, Mhlekazi!”