Nokuba ndidavuza ezinkathazweni, wena uyandikhusela;ulwa nazo iintshaba zam, undihlangule ngamandla akho.