Mbongen' *uNdikhoyo!Bambani ngazibini kuba ulungile uNdikhoyo.Kaloku izibele zakhe ziya kuhlala zikho ngonaphakade.