Bahamba bencathama ngezindlu ezixekweni,bezungul' ukugwint' abantw' abangenatyala,balalel' abantw' abangenakuzikhusela.