Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyonqulo 17:15 Ibhayibhile (XHO96)

UmSirayeli okanye umngeneleli othe watya inyama yento efileyo, okanye ebulewe ngamarhamncwa, kufuneka ahlambe iimpahla, ahlambe nomzimba, alinde kutshone ilanga, ukuze uphele *umlaza.

funda isahluko epheleleyo Eyonqulo 17

imbono Eyonqulo 17:15 kwimeko