Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyeziqalo 9:12-13 Ibhayibhile (XHO96)

Umqondiso walo mnqophiso endikwenzela wona kunye nazo zonke izinto eziphilayo, ngumnyama oya kubakho esibhakabhakeni. Nguwo lowo umqondiso womnqophiso ongasoze ujike endiwenzela abantu nalo lonke elimiweyo.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 9

imbono Eyeziqalo 9:12-13 kwimeko