Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyeziqalo 16:15-16 Ibhayibhile (XHO96)

UHagare wazala inkwenkwe, wathi ke uAbram igama layo nguIshmayeli. Wayemashumi asibhozo anesithandathu ubudala uAbram ukuzala kwakhe unyana.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 16

imbono Eyeziqalo 16:15-16 kwimeko