Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyeziqalo 11:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathiwa eso sixeko yiBhabheli, kuba kaloku uThixo wasuka wayenza ingxuba-kaxaka intetho yabantu. Ukusuka apho abantu bathi saa elizweni.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 11

imbono Eyeziqalo 11:9 kwimeko