Wathi ke uNdikhoyo kuAron: “Yiya entlango, uhlangabeze uMosis.” Wanduluka ke uAron, baza bahlangana entabeni kaThixo, wamanga.