Kwakhona benza amakhonkco amabini egolide, baza bawanxibelela phaya kwezaa kona zaso zingezantsi ngaphakathi phezu kwesidanga.