baza baqhagamshela la macala mabini amatsheyini aseleyo kula makhonkco mabini, bawabamba ngezaa zipeliti zibini. Ngolo hlobo ke abhijela ngaphambili aya kuqhagamshela kwimixwayo yesidanga.